Lorem Ipsum is simply dummy text of the printing and typesetting industry. Lorem Ipsum has been the industry's standard dummy text ever since the 1500s
Andile Lungisa
Andile Lungisa
Asanda Magaqa
Sidl'imbadu noAsanda Magaqa
Chicco Twala
Sidl'imbadu noChicco Twala
Unathi Platyi
Sidl'imbadu noUnathi Platyi
Dumisani Mbebe
Sidl'imbadu noDumisani Mbebe.
Guffy
Sidl'imbadu noGuffy
Dr Tshongolo
Silungisa ulwimi
Andile Gaelisiwe
Sidl'imbadu noAndile ngobomii bakhe, ukusebenza kuKhumbul'ekhaya nangoku bhala incwadi yakhe.
BEE
Imihlinzo
BEE
Imihlinzo
BEE
Imihlinzo
BEE
Imihlinzo
Dr. Nkosikhulule Nyembezi
The Statistician-General, Risenga Maluleke, will hand over the Census 2022 report to His Excellency, President Cyril Ramaphosa, in Pretoria, and announce the results of the population and housing count to the country. Noxa kunjalo, basekho abantu abathi khange balifumane ithuba lokundwendwelwa ngabasebenzi be-Census emakhayeni wabo, khon’ukuze nabo babalwe. Ukuncokola ngokubileyo ngendlela esebenza ngayo i-Census, imingeni ejamelene nayo, kunye nokuphosaka kokubalwa kwabanye abantu, masamkele emnxebeni ingcali yethu kwimiba yolonyulo, u-Gqirha Nkosikhulule Nyembezi…
Gwen Dambuza-Matshaya
Sicebisa abakhangela umsebenzi.
Ungqondongqondo wesiXhosa
Silungisa ulwimi no-Gqirha Ruby Zauka.
Loyiso Gwanya
ULoyiso Gwanya ubalisa ngebali lakhe lokugxothwa emsebenzini ngenxa yokusebenzisa iCannabis, kwananjalo lo ka-Gwanya uzama ukudandalazisa umba we-stigma esibekwa kubantu abasebenzisa i-Cannabis.
Jub Jub
Sidl'imbadu no Jub Jub
Robert Marawa
Sidl'imbadu no Robert Marawa
Udliwano-ndlebe no Mnu Madoda Mxakwe
Madoda Mxakwe - Ingqonyela ephumayo ye SABC
Anele Mdoda
iNkosi Mandla Mandela
Sidl'Imbadu ne Nkosi Mandla Mandela
Commissioner Anele Gxoyiya
Siqhubeka nencoko yethu yayizolo, kumxholo wethu obuthetha ngomba wokuqeshwa okanye ukuthenjiswa ngengqesho xa uthe wabelana ngesondo nomqeshi, nanjengoko sivala inyanga yabasebenzi namhlanje, u-May, Abantu bathethile ngamava wabo ngalo mba, saza sazama iindlela zokufumana uncedo, ngelokuthintela lo mkhwa. Ukuncokola ngokubanzi ngalo mba, masamkele emnxebeni u-Commissioner Anele Gxoyiya, ophuma kwi-Public Service Commission…
BRIAN TEMBA
Sidl'Imbadu no Brian Temba
Zanele Ntsila
Ziya zisanda iziganeko zokubhubha kwabantu ngenxa yesifo somhlaza (cancer). Oku kukhutshwe kwingxelo ye-National Cancer Registry of the Department of Health, kunye ne-Stats SA, echaza unobangela wokubhubha kwabantu. Le ngxelo ichaza ngenani labantu abafunyenwe sisifo somhlaza, kunye nenani labo babhubhe ngenxa yayo. Olu phando, lufumanise ukuba abantu abantsundu ngabona banenani eliphezulu, kubantu abasweleke ngenxa yesifo somhlaza. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Zanele Mfile ophuma e-Childhood Cancer Foundation (CHOC)
Nqabayomzi Kwankwa
Nqabayomzi Lawrence Saziso Kwankwa is a South African politician from the Eastern Cape. He has been serving as a Member of the National Assembly of South Africa for the United Democratic Movement.
Imihlinzo no Khanyisa Bunu
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi
Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi
Isiqendu 01
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Siyambonga Mdubeki
21st March – Human Rights Day The rights of the people living with mental illness Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Siyambonga Mdubeki, nongumbhali womdlalo othi, “Isililo”, noqulathe intlekele eyehla e-Life Esidimeni, ngethuba kubhubha izigulane eziphazamiseke ngokwasengqondweni…
Dr. Xolisa Tshongolo
Ugqirha Tshongolo ucacisa amagama esiXhosa.
Udliwano ndlebe Mla Tengimfene
Zolani Tete's manager, Mla Tengimfene
NSFAS Operations Manager, Mnu. Khaya Ndima
Sincokola ngemingeni ejamelane nabafundi nabazali babo, kwizicelo zabo zenkxaso-mali yokufunda karhulumente, i-NSFAS. Kuthiwe kumfundi s/he doesn’t qualify because you’re not poor enough to qualify for the scheme, but at the same time you’re not reach. Abe yena umfundi nomzali wakhe beyisokola ngokwenene imali yokufunda.
Ace Ngcobo
Ace Ngcobo was elaborating on Financial Fair Play
BEE (inyanga yezothutho)
Kulenyanga yezothutho, u-October, sithi masikhe sincokole nawe, mgamava onawo eku-hick(eni) kwakho, apho waphela nibhidana nomkhweli okanye nomqhubi? Kanti ungasibalisela nangebali lakho eli-positive, nalapho wahamba kamnandi ngokukhuselekileyo kwi-hitchhiking/e-hiking?
Mnu. Loyiso Nqevu no Gqirha George Tsibani
AmaCirha afunga ngelithi, azakubanga ubukhosi babo. AmaCirha athi azakuya kwiinkundla zamatyala, ngelokufaka ibango labo, nanjengoko benenkolo yokuba ikomishoni eyayichophele lomba ngaphambili, yasilela ukuza nesisombululo. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Gqirha George Tsibani, nophuma emaCirheni, kunye ne-Traditional Activist, u-Gqirha Loyiso Nqevu…
Women in industries that were dominated by men
Nanjengoko sisaqhuba nenyanga ephawula amanina, u-August, ngoku siqwalasela amanina akumacandelo (industries) ayekade kusebenza amadoda odwa kuwo (dominated by men). Sinaye emnxebeni u-Nozipho Thandolwethu Nolatsho (Construction Industry), kunye no- Kedibone “Kiki” Mankayi (Taxi Industry)…
Dr. Phumzile Mlambo-Ngcuka
Sihleli nofudula engu-Sekela Mongameli wokuqala olinina eMzantsi Afrika, kwanobengu-Director of Women kwi-United Nations, u-Gqirha Phumzile Mlambo-Ngcuka, ngelokuphawula olusuku lwamanina, umhla wesithoba ku-August…
Traditional Activist, Loyiso Nqevu
Kuyaphawuleka ukuba zininzi izinto ezatshintshayo kwindlela ekwenziwa ngayo amasiko akwaNtu. Enye yezizathu zolutshintsho, kungenxa yokuhamba kwamaxesha, kwaneedolophu esihlala kuzo ngoku. Umzekelo, kule mihla, umcimci owenziwayo ubonakala ungaphelelanga okanye ungenasidima xa ingekho ibhranti. Kude kuthiwe ibhotile enembambo yebhranti. Kanti ke kudala sasingenayo ibhranti, umntu omnyama engayazi nokuba yinto leyo, kodwa isiko lona liqhube ngempumelelo. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni itsha-ntliziyo kwimiba yamasiko nezithethe, uTat’uNqevu…
BEE-BK-TRIBUTE
BEE Tribute to BK.
Psychologist, Ziyanda Mavumengwana
Kubalulekile ukuhlala phantsi nabantwana okanye nomntwana, nincokole malunga nezigqibo (decisions) enicinga ukuzithatha ningabazali, ngekamva losapho lwenu, okanye ngezicwangciso (plans) enicinga ukuzithatha ningabazali ngosapho lwenu. Kodwa kubanzima ngamanye amaxesha ukuncokola nabantwana malunga nemiba ethile yosapho, such as plans to divorce as parents; such as moving on with your life after divorce; such as telling the child omkhulisileyo eselusana ukuba you’re not the biological mother/father. Ukuncokola ngokunabileyo malunga nexesha elifanelekileyo (suitable age yomntwana) yokuxoxa nomntwana malunga nemiba ethile yosapho, masamkele emnxebeni our Psychologist, u-Ziyanda Mavumengwana…
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Wise Man
Wise Man
Imihlinzo
Imihlinzo
8 - 9 kunye ne UWFMBEE
8 - 9 kunye ne UWFMBEE
Mr Mnci - Intetho yoluntu
Mr Mnci - Intetho yoluntu
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo
Imihlinzo 16
Imihlinzo
A Wise Man
Imihlinzo 14
Imihlinzo 13
A Wise Man 14
A Wise Man Once Said
Imihlinzo
A Wise Man Once Said
Imihlinzo
Imihlinzo
A Wise Man Once Said
Imihlinzo
07 07 2021
A Wise Man Once Said
Imihlinzo
Imihlinzo kwi-BEE no Pastor
Imihlinzo
Imihlinzo kwi-BEE no Pastor
Imihlinzo
Imihlinzo kwi-BEE no Pastor
Imihlinzo
Imihlinzo kwi-BEE no Pastor
Imihlinzo
Imihlinzo kwi-BEE no Pastor
Dliwano ndlebe no Lunga Ngqengelele Isithethi sikaDirco
Besithetha no Lunga Ngqengelele, Isithethi sika-Naledi Pandor Umphathiswa Wobudlelwane naMazwe angaphandle
Incoko nomkhosi wokhuselo woMzantsi Afrika
Sincokola no Brig Gen S Dlomo ngendima yomkhosi wokhuselo woMzantsi Afrika ngexesha lokuhlala ngendlu
Incoko ne Imbumba Foundation
Incoko ne Imbumba Foundation ngephulo abanalo ukuncedisana noluntu ngeli thuba le Lockdown
Incoko noMphathiswa uNathi Mthethwa
Incoko noMphathiswa uNathi Mthethwa
BEE IGQIBA IMINYAKA ELISHUMI
Ukuqala kwe BEE uzokuthi ga ngoku
Sincokola ne Legal Aid South Afrika ukuqonda imithetho emilisela imiqathango esiyinikwe nguMongameli uRamaposa.
Sincokola no Myolisi Mahlombe osuka kwa Legal Aid South Afrika ukuqonda imithetho emilisela imiqathango esiyinikwe nguMongameli uRamaposa.
Incoko noLunga Nombewu ofumanise ukuba unayo intsholongwane ye Corona i Coved19
Incoko noLunga Nombewu ofumanise ukuba unayo intsholongwane ye Corona i Coved19
Amagqala Ethu - Mercy Pakela
Sikhahlela ku Mercy Pakela namhlanje uncokola ngokufihlwa kwakhe kwi wardrobe, intsusa ka Ayatshisa Amateki, amahlandinyuka omsebenzi wakhe, ukuxhatshazwa kwakhe nokubuya kwakhe emculweni
uJUMBO uphumelele iBest Gospel Song Of The Year
Sincokola no Jumbo ophumelele i Best Song Of The Year kunye nomlandeli wakhe u Unakho obekhwaza "Yi Braai Ngomso"
Incoko no Prince Xhanti Sigcawu ngokuzila
Incoko no Prince Xhanti Sigcawu ngokuzila kwa MaXhosa, kuzilelwa uKumnkani u Mpendulo 'Ah Zwelonke Sigcawu"
Udliwano nlebe no Luyolo Yiba
Udliwano nlebe no Luyolo Yiba oyintshatsheli ye Idols South Africa
Udliwano Ndlebe no Nolubabalo Nobhanda (Nobanda)
uNolubabalo ubalisa ibali lakhe kwaye elumnkisa nabanye abangehle bazifumane bekulengxaki ebekuyo.
Amaqgala Ethu : Sikhahlela ku Doc Shebeleza
Namhlanje Sikhahlela ku Doc Shebeleza
Incoko no mama u Noxolo Grootboom
Sikhahlela kumama uNoxolo Grootboom
Incoko No Nomahelele
Sincokola no Nomahelele efundisa uluntu, ngemeko bebekuyo emgidini eTabase nangokufotwa kwakhe ngaphandle kwemvume yakhe.
UDLIWANO NDLEBE NO ZOZIBINI TUNZI UMISS SOUTH AFRICA
UDLIWANO NDLEBE NO ZOZIBINI TUNZI UMISS SOUTH AFRICA
[PODCAST] BEE - MZWAKHE MBULI
Sincokola no Mzwakhe Mbuli simkhahlela ngendima ayidlalileyo kulo Mzantsi Afrika.
BEE - UKUBUKULWA EMVA KOLWALUKO OLUNGAHAMBANGA KAKUHLE
UKUBUKULWA EMVA KOLWALUKO OLUNGAHAMBANGA KAKUHLE. Incoko no Dr Mapheleba kunye no Andile Siko